24/07/2022
P¹
Igama lam ndingu Pilla ndihlala emxambuli ndikhule kugogo wam umazulu kunye newele lam Piller .
Umakhulu ebehlala Nathi nomakazi kunye nabantwana bakamakazi
Kuthe ngamini zana ithile umakhulu umakhulu wagula😭
Pillar:yazi umakhulu uyagula sotya ntoni ngoku 😭
Piller:kofuneka asiwe esibhendlele yazi😭💔
Zaphela iveki umakhulu egula kwathi ngamini zana ithile umakazi waya egqirheni eyofuna iyeza lobulala umakhulu
sangoma📿
Mkhulu:molo Ntombi sahambelwa nguwe kwenzeke ntoni😊
Makazi:camagu mkhulu ndifuna undicende uphinde undiphe elayeza elabulala abazali baka Pilla ndifuna ubulala la gogo upha ekhaya ndifuna ilifa lakhe ngoku🤣
Mkhulu:(ekhupha iyeza)xa isikhuni sibuyela kuwe uze ungakhali ker🤞💔okwenziwa ebumnyameni kuyovela ekukhanyeni🤞💔
Makazi:Hai usile mkhulu awuzuva kwalo Mali rhaa(ehamba)
Mkhulu:ndakumbethisa ngezulu Lo akandazi kakuhle yazi😡
Umakazi ufike endlini wapheka ukutya wafaka indliso esityeni sika makhulu😭😢
Makazi:naku ukutya mama yitya
Pilla:masithandazeni kuqala
Makazi:(ecaphuka)yintoni ingxaki yakho wena 😡
Makhulu;unyanisile uzukulu klk Ntombi yam 😊
Makazi:ook kuzophola ukutya Kona thandazani
Kwathandazwa kwatyiwa umakhulu wabila wakhala ngesisu😭💔
Makhulu:bazukulu bam ndinesisu😭💔
Piller:makhulu 😭💔nyamezela