13/08/2026
AKHONDLELA INGENA SIPHELO.ππ
Isahluko -2
[ Entolongweni ]
Ndothuka xasele ndivalelwe ndivusw
a ngomnye wamapolisa oyiNtombi , ezokundibuza imibuzo nge Siganeko esenzekileYo eKhaya " Mholo Ntombi ndiyathemba uphaphamile , khatsho kwenzeke ntoni nivingcelwe okanye ?
Ngoba sifika uMamakho Sele ephumil
e umphefumlo kwaye uTatakho uSesi
Bhedlela Wena ubuyoba kwiNtambo "
" Sisi ndalile ndise mlanjeni ,ndava isi
khalo sikaMama ndala ukuphindela Ek
hayeni Xa ndifika uTata uphezuphezu kukaMama ngeloxesha uMama ugcw
eli gazi uMzimba wonke ......"
Mcuphi: Sulila Sisi , vele uthethe naye
uTatakho sizamile kakhulu uk*mcuph
a usixelele ukuba ufike uMamakho eg
cwele igazi akamazi ukuba utheni wab
ewena Sele ungena emnyango ungqal
a kuye ucimba ubulawe nguye Wala uk
ubophelela epalini wazityisa iPilisi kub
a esoyika ityala liwele kuye yiNyani ?
" Andikhumbuli nto mna , ndikhumbula
Ufika kukaMama eligazi enye nenye andiyazi"
Mcuphi: Mandikukhulule ugoduke , mh
lambi ingqondo isaxinekile kakhulu .
" Enkosi "
Ndala uphuma ngomnyango ndilihlwili
Ukugoduka , xandifika ekhayeni kuvali
we ndafika ndazama ulala , ndakwala
Uyokothuka ngezinzulu zobusuku Xa
Kufika uTata enkqonkqoza " nkqo kwam "
" ungubani ?"
Tata: Vula ndim , ungabuza umntu kwakhe ?
" ndiyeza Tata "
Tata: Bakubuyisile ? Uwaxelele ntoni
laMapolisa ?
" ndithe andazinto mna bendiphelelwe
Ngamandla Tata "
Tata : Mamela ke Ntombam , uzulinge
Uxelele nabani nje , ndakubulala uphil
a kwaye uphela kwesingcwabo sikany
Oko ilobola iyaqhuba ndizozeka omny
e umfazi .
" Asoze Tata ndiyakuthembisa "
Tata: kodwa ke Noko awunosose uye
Kwenye indoda ndingazange ndakuva
Kaloku andinokulima ikhaphetshu imk
e ndinga yivunanga .
" Andikuva Tata "
Tata: khandibekele amanzi ohlamba nawe uzohlamba inokuba ubudinwa .
Ndala ukuphemba ndabeka Amanzi ku
senjalo ndambona ekhulula andizange
ndicingele nto Kuba ingumzaliwam nd
amgalelela ndala uk*misa awam ndah
lamba ndava ngesandla Sele sisemqo
lo........